Dj Aertee
The question is: "How you started doing music?"
Ey uhambo lude kodwa mandithi gqaba gqaba ukuveza nje ukuqala kwayo lentwaso yomculo. Lento yam yomculo yabonakala/yaqala ndise mncinci kakhu kwa grade 2,ndyakhumbula ndandibetha i gumba gumba komnye umgqomo owawumdaka emdala ke.Bonke abantwana base klasini babejaiva xa sele ndiyibetha le gqom yam🤣🤣🤞oko ke ndibetha lomgqomo till nda recognise.wa ngabantwana besikolo bale block ndandifunda kuyo e Tafa SPS,ndiqhubile ke nobetha igumba gumba till grade 5 apho ke ndiye nda recognise.wa nguwo wonke umfundi weskolo eso,nditsho nase ngingqini bendidume ngobangxolela ngamagubu wamapheyile wePaint.🤣🤞Ey...kwalile kwa grade 6 ndaqatshelwa nazi Miss zam kengoku uba ingxolo le yinto yam,mhla sasokhe i Bus ngee Desks neClassmates zam sisithi siya eLwandle ebhasini kudlala igumba gumba ka Athi,ndithi kwakugcwele ezifestileni nase mnyango zezinye ii grades zibukele le mbanxo sasiyenza plus no Dj Aertee eba jaivisa kwedini😊😊🤞...Suke wangena umisi saabethwaa loomini🤣🤣😭🙆 bengasakhali bawo oo Sinovuyo Mnyungula , bembomba oo Zimbini Busakwe,ndiqonduba oksalayo bekumnandi,ibishushu iparty.
Kwalile kwa grade 7 nda join.a i S.T.Johns Band..ndabe ndiyiyo ne Rapper ke, ndikhumbula ingoma yam eyayisithi "Do Your Thing Aertee"...nalapho ndaqhuba kakuhle ze ndayeka kunyaka olandelayo.Ndithe xa ndise high school e Cwecweni SSS,kwa grade 8 yasuke yanda le yobayi Rapper kengk umntu seye enspired by abo eMtee... Well, igumba gumba ayiyekwanga isangxola nase high school,nalapho ndevele ndaduma same time ngayo plus ne Rap kwabe kukho omanyindana endandifike bekhona apho ngoko.Then kwa grade 9 i met ubhuti Beja owayene App yo producer (caustic app) Ndaye ndayi khuphela and start producing my own beats as a rapper. Kwathi ngomnye umhle ndikhwele emotweni eyi quantum siyobaleka sisiskolo sase Cwecweni in 2019,kwakhala u "Heartless"by Bizza&MrThela,no "Freedom" by Bizza no Thela also, sukela uva kwam ezongoma zimbini ndaqalisa uproducer i gqom kwangalo 2019 ndayeka i gumba gumba kengk,because besendiyenza kwi studio app se fowuni moc.
Ndaloko ndi producer njee any syle seGqom endisithandayo till i added intsimbi kwi gqom yam.Mhlambe yayikhona i Gospelgqom ngoko but mna ndiyazi ngam le gendre not ngelinye i artist,even nofaka intsimbi yase Wisile kumculo wam zange ndiyibone mntwini,ndazicingela ngenxa yothatha ixesha elide ndidinga ii sample & packs. Kuthe after ndinazo i Released iingoma nje ezimnandi.
Till 2021,i released u "Ngena noah"for i valentines day yaloonyaka,plus nezinye iingoma ezifana no "Ekuqaleni komhlaba","Lomhlaba Lo","Thixo akunangqaleko_(piano)" nezinye nezinye. Apho ke uThixo wandenza nda recognise.wa ngabanintsi and iNgwane Fm,Vukani Fm,more community radios also boosted me to upgrade my career,my name as u Dj Aertee,nditsho nabantu they followed me and show love to my creative work. Kahle kahle ndisuka kude nomculo...ndikhe ndanguye no Keyboard player kanene. Anyway umculo ufuna umntu okwaziyo ukuwunika i attention,uthando nononophelo nokuzihlonipha wena siqu,uhloniphe abantu,ukwazi ukunceda nabanye xa unako,unless you don't want to,its your choice...Today i'm one of Deejay's ezi proud ngazo for where i am coming from,and the part that i'll change my life through music,nothing else❤️🤞
To be honestly,music is living inside to me,i love music a lot... Whether nzocula/nzo producer/Dj.eya/or nzodlala an instruments...ndiba happy ngeyona ndlela... Anyway izivuno zovuthwa kungentsuku zatywala,as long as i remain as myself personality.
To whom that has been supporting me as DJ AERTEE,thank you so much mntase🫂🤞
- Dj_Aertee
Welcome!
editHello, Dj Aertee, and welcome to Wikipedia! I hope you like the place and decide to stay. Unfortunately, one or more of the pages you created, such as User:Dj Aertee, may not conform to some of Wikipedia's content policies and may not be retained. In short, the topic of an article must be notable and have already been the subject of publication by reliable and independent sources.
Please review Your first article for an overview of the article creation process. The Article Wizard is available to help you create an article, where it will be reviewed and considered for publication. For information on how to request a new article that can be created by someone else, see Requested articles. If you are stuck, come to the Teahouse, where experienced Wikipedians can help you through the processes.
New to Wikipedia? Please consider taking a look at our introductory tutorial or reviewing the contributing to Wikipedia page to learn the basics about editing. Below are a few other good pages about article creation.
- Article development
- Standard layout
- Lead section
- The perfect article
- Task Center – need some ideas of what kind of things need doing? Go here.
I hope you enjoy editing here and being a Wikipedian! Please sign your name on talk pages using four tildes (~~~~); this will automatically produce your name and the date. If you have any questions, ask me on my talk page. You can also type {{help me}} on this page, followed by your question, and someone will show up shortly to answer your questions. Again, welcome! Waqar💬 19:06, 2 May 2024 (UTC)
Speedy deletion nomination of User:Dj Aertee
editHello, and welcome to Wikipedia. A tag has been placed on User:Dj Aertee requesting that it be speedily deleted from Wikipedia. This has been done under section U5 of the criteria for speedy deletion, because the page appears to consist of writings, information, discussions, or activities not closely related to Wikipedia's goals. Please note that Wikipedia is not a free web hosting service. Under the criteria for speedy deletion, such pages may be deleted at any time.
If you think this page should not be deleted for this reason, you may contest the nomination by visiting the page and clicking the button labelled "Contest this speedy deletion". This will give you the opportunity to explain why you believe the page should not be deleted. However, be aware that once a page is tagged for speedy deletion, it may be deleted without delay. Please do not remove the speedy deletion tag from the page yourself, but do not hesitate to add information in line with Wikipedia's policies and guidelines. If the page is deleted, and you wish to retrieve the deleted material for future reference or improvement, then please contact the deleting administrator, or if you have already done so, you can place a request here. Waqar💬 19:06, 2 May 2024 (UTC)
Speedy deletion nomination of User:Dj Aertee
editHello, and welcome to Wikipedia. A tag has been placed on User:Dj Aertee requesting that it be speedily deleted from Wikipedia. This has been done under section U5 of the criteria for speedy deletion, because the page appears to consist of writings, information, discussions, or activities not closely related to Wikipedia's goals. Please note that Wikipedia is not a free web hosting service. Under the criteria for speedy deletion, such pages may be deleted at any time.
If you think this page should not be deleted for this reason, you may contest the nomination by visiting the page and clicking the button labelled "Contest this speedy deletion". This will give you the opportunity to explain why you believe the page should not be deleted. However, be aware that once a page is tagged for speedy deletion, it may be deleted without delay. Please do not remove the speedy deletion tag from the page yourself, but do not hesitate to add information in line with Wikipedia's policies and guidelines. If the page is deleted, and you wish to retrieve the deleted material for future reference or improvement, then please contact the deleting administrator, or if you have already done so, you can place a request here. Waqar💬 14:08, 3 May 2024 (UTC)
The question is: "How you started doing music?"
Ey uhambo lude kodwa mandithi gqaba gqaba ukuveza nje ukuqala kwayo lentwaso yomculo. Lento yam yomculo yabonakala/yaqala ndise mncinci kakhu kwa grade 2,ndyakhumbula ndandibetha i gumba gumba komnye umgqomo owawumdaka emdala ke.Bonke abantwana base klasini babejaiva xa sele ndiyibetha le gqom yam🤣🤣🤞oko ke ndibetha lomgqomo till nda recognise.wa ngabantwana besikolo bale block ndandifunda kuyo e Tafa SPS,ndiqhubile ke nobetha igumba gumba till grade 5 apho ke ndiye nda recognise.wa nguwo wonke umfundi weskolo eso,nditsho nase ngingqini bendidume ngobangxolela ngamagubu wamapheyile wePaint.🤣🤞Ey...kwalile kwa grade 6 ndaqatshelwa nazi Miss zam kengoku uba ingxolo le yinto yam,mhla sasokhe i Bus ngee Desks neClassmates zam sisithi siya eLwandle ebhasini kudlala igumba gumba ka Athi,ndithi kwakugcwele ezifestileni nase mnyango zezinye ii grades zibukele le mbanxo sasiyenza plus no Dj Aertee eba jaivisa kwedini😊😊🤞...Suke wangena umisi saabethwaa loomini🤣🤣😭🙆 bengasakhali bawo oo Sinovuyo Mnyungula , bembomba oo Zimbini Busakwe,ndiqonduba oksalayo bekumnandi,ibishushu iparty.
Kwalile kwa grade 7 nda join.a i S.T.Johns Band..ndabe ndiyiyo ne Rapper ke, ndikhumbula ingoma yam eyayisithi "Do Your Thing Aertee"...nalapho ndaqhuba kakuhle ze ndayeka kunyaka olandelayo.Ndithe xa ndise high school e Cwecweni SSS,kwa grade 8 yasuke yanda le yobayi Rapper kengk umntu seye enspired by abo eMtee... Well, igumba gumba ayiyekwanga isangxola nase high school,nalapho ndevele ndaduma same time ngayo plus ne Rap kwabe kukho omanyindana endandifike bekhona apho ngoko.Then kwa grade 9 i met ubhuti Beja owayene App yo producer (caustic app) Ndaye ndayi khuphela and start producing my own beats as a rapper. Kwathi ngomnye umhle ndikhwele emotweni eyi quantum siyobaleka sisiskolo sase Cwecweni in 2019,kwakhala u "Heartless"by Bizza&MrThela,no "Freedom" by Bizza no Thela also, sukela uva kwam ezongoma zimbini ndaqalisa uproducer i gqom kwangalo 2019 ndayeka i gumba gumba kengk,because besendiyenza kwi studio app se fowuni moc.
Ndaloko ndi producer njee any syle seGqom endisithandayo till i added intsimbi kwi gqom yam.Mhlambe yayikhona i Gospelgqom ngoko but mna ndiyazi ngam le gendre not ngelinye i artist,even nofaka intsimbi yase Wisile kumculo wam zange ndiyibone mntwini,ndazicingela ngenxa yothatha ixesha elide ndidinga ii sample & packs. Kuthe after ndinazo i Released iingoma nje ezimnandi.
Till 2021,i released u "Ngena noah"for i valentines day yaloonyaka,plus nezinye iingoma ezifana no "Ekuqaleni komhlaba","Lomhlaba Lo","Thixo akunangqaleko_(piano)" nezinye nezinye. Apho ke uThixo wandenza nda recognise.wa ngabanintsi and iNgwane Fm,Vukani Fm,more community radios also boosted me to upgrade my career,my name as u Dj Aertee,nditsho nabantu they followed me and show love to my creative work. Kahle kahle ndisuka kude nomculo...ndikhe ndanguye no Keyboard player kanene. Anyway umculo ufuna umntu okwaziyo ukuwunika i attention,uthando nononophelo nokuzihlonipha wena siqu,uhloniphe abantu,ukwazi ukunceda nabanye xa unako,unless you don't want to,its your choice...Today i'm one of Deejay's ezi proud ngazo for where i am coming from,and the part that i'll change my life through music,nothing else❤️🤞
To be honestly,music is living inside to me,i love music a lot... Whether nzocula/nzo producer/Dj.eya/or nzodlala an instruments...ndiba happy ngeyona ndlela... Anyway izivuno zovuthwa kungentsuku zatywala,as long as i remain as myself personality.
To whom that has been supporting me as DJ AERTEE,thank you so much mntase🫂🤞
- Dj_Aertee
Dj Aertee (talk) 05:16, 7 May 2024 (UTC)
Athenkosi Cekiso known as Dj Aertee,a music maker of many genres.Dj/Producer is a male,born in 24 October 2003 from eastern cape province,Ngcobo.
Has dropped many songs more than 50 so far,since 2018 of started the production process.Has ever drop a miassive gospelgqom Ep on youtube,called "Kwezokholo_Ep" which is now sitted on 50K combining all of the 6 hits inside the Ep...people did enjoyed. He also ever released hottest singles like "Ngena noah","Ekuqaleni komhlaba","Lomhlaba lo"etc.Also has ever release an album with 10 songs,called "Development Of Dap" on youtube only.
Then this year of 2024,he released an album called "The gospelgqom king" which is about to reach 1K plays on Audiomack,it has 14 songs.He has dropped an Ep called "Only God Knows" with 6 songs.Which is available on Audiomack,and other streaming platforms.He also dropped few single like "The Dominant guitar","Crossnight"etc,which are added on his album that is dropped today,its 29 April 2024.
Talking about the album,its not just an album,but its a whole talent of dj aertee because it has few genres added like "Life" is an RnB hit" and,"Lizalise" is an amapiano version production,remake of Minollar and Dj SK lattest hit."Ngavele ngamnika remake" is a maskhandi remake of Khuzani Mpungose.
DJ AERTEE_EVERYTHING IS INSIDE THE BOX_(album)
album tracklist:
1.Dj Aertee_Wipe my tears lord_(Album intro)
2.Dj Aertee_Its gonna be fine
3.Dj Aertee_Forgive for peace
4.Dj Aertee_Ndanxila_(igwijo)
5.Dj Aertee_My role model_(mr thela)
6.Dj Aertee_CrossNight Remake
7.Dj Aertee_The Dominant Guitar
8.Dj Aertee_Hidden emotionality
9.Dj Aertee_City of gold
10.Dj Aertee_Ndikhokhele version
11.Dj Aertee_HBD to Khanyi_(8 April)
12.Dj Aertee_Bambulele unomathemba
13.Dj Aertee_For my princess_(Lichume)
14.Dj Aertee_Udarlie ndyamkhumbula_ft ShortGhun
15.Dj Aertee_Ukhalelani_(vocalmix)
16.Dj Aertee_Ekuqaleni komhlaba 3.0_ft Avuzwa the vocalist
17.Dj Aertee_Munaketsa_ft Martha_(vocalist)
18.Dj Aertee_Khaya lam
19.Dj Aertee_Isibane selali
20.Dj Aertee_Umphako ka December
21.Dj Aertee_Sinomhlobo_(gospelgqom)
22.Dj Aertee_Silly makhelwane
23.Dj Aertee_Uthando oluningi
24.Dj Aertee_Gqomworship_(andimbonanga)
25.Dj Aertee_Surrender remake
26.Dj Aertee_Siyobalanda kanjani
27.Dj Aertee_Sifela ubala
28.Dj Aertee_Ziyakhala
29.Dj Aertee_Unforgottable moments
30.Dj Aertee_Lizalise_(amapiano version)
31.Dj Aertee_Ngavele ngamnika remake_(maskhandi version)
32.Dj Aertee_Life_(sad true story)
33.Dj Aertee_Gospel session_(mam K vox)
34.Dj Aertee_Umgido wenkonzo
35.Dj Aertee_Outro gqomspel_(end of album)
artists that are featured to this album:
•ShortGhun_is a male artist from Swaziland
•Avuzwa the vocalist_is a female artist from South Afrrica_(Gcuwa)
•Martha Mkoma_is a female vocalist from Malawi
- Yonke_into_ikhona_phakathi_kule_album
Speedy deletion nomination of User:Dj Aertee
editHello, and welcome to Wikipedia. A tag has been placed on User:Dj Aertee requesting that it be speedily deleted from Wikipedia. This has been done under section U5 of the criteria for speedy deletion, because the page appears to consist of writings, information, discussions, or activities not closely related to Wikipedia's goals. Please note that Wikipedia is not a free web hosting service. Under the criteria for speedy deletion, such pages may be deleted at any time.
If you think this page should not be deleted for this reason, you may contest the nomination by visiting the page and clicking the button labelled "Contest this speedy deletion". This will give you the opportunity to explain why you believe the page should not be deleted. However, be aware that once a page is tagged for speedy deletion, it may be deleted without delay. Please do not remove the speedy deletion tag from the page yourself, but do not hesitate to add information in line with Wikipedia's policies and guidelines. If the page is deleted, and you wish to retrieve the deleted material for future reference or improvement, then please contact the deleting administrator, or if you have already done so, you can place a request here. 49ersBelongInSanFrancisco (talk) 05:21, 7 May 2024 (UTC)